OneNote API

Ii-API ze-OneNote zomsebenzi nesikolo ngoku ziyafumaneka
kunye nembonakalo yangaphambili yokuhlanganisa ethi Microsoft Graph.

Ye-Windows, i-Windows Phone, i-iOS, i-Mac, i-Android neWebhu

OneNote API

funda

irefrensi ye-api

Amaxwebhu ethu asebenzisanayo akunceda uqalise ngokukhawuleza ngee-OneNote API.

Amaxwebhu

Izibonelelo ze-MSDN ziquka ufundo nezinye iirefre4nsi ezikunceda uqonde kakuhle i-OneNote API.

iisampulu zekhowudi

Iakhawunti yethu ye-GitHub ineesampulu zekhowudi ze-Android, i-Windows, nayo nantoni na ephakathi.

iividiyo

Isirisi ye-OneNote Development kwi-Channel9 ikuhambisa kwindlela yokuhlanganisa usetyenziso lwakho ne-OneNote.

uluntu

Bloga

Ungayifumano yonke inkcazelo yakutshanje ngeempawu ezizayo nezandiso zenkonzo usebenzisa iblogi yethu.

twitter

Iiposi zeblogi zinde kakhulu? Fumana umongo wezinto usebenzisa iakhawunti yethu ye-Twitter.

stack overflow

Sonke siyisebenzisile i-Stack Overflow. Ngoku ungaphendulwa imibuzo yakho malunga ne-OneNote API khona.

nika ingxelo yomsebenzi

Unecebiso elihle le-API? Ukhangela ukufumana ulwazi olungakumbi ngemephu yendlela yethu? Jonga iforam yethu ye-UserVoice.